Abantu bethu basembindini wonikezelo lweenkonzo. Sityala imali kuphuhliso lwabasebenzi kunye nempilo entle ukuze sakhe abasebenzi bakamasipala abakwaziyo, nabakhutheleyo.