IiNkonzo zeZiseko zoPhuhliso zilawula i-EPWP yasekhaya, idala amathuba emisebenzi exeshana elifutshane axhasa iziseko zophuhliso zikamasipala ngeli lixa ikhuthaza ukwenziwa kwengeniso kunye nophuhliso lwezakhono.
Inkcukacha ze-EPWP ziza kufumaneka kungekudala.